Inguqulelo ka dung in isiXhosa

dung

ubulongwe

Ubizo-magama /dung/

isibizo

  • 1

    (fresh cow-dung)
    ubulongwe
    Zameka spreads fresh cow dung on her floor UZameka usinda ngobulongwe benkomo
  • 2

    (dry dung, used as fuel for a fire)
    amalongwe
    We used dry dung to make a fire Sasebenzisa amalongwe ukubasa umlilo