Inguqulelo ka dwarf in isiXhosa

dwarf

ubhovele

Ubizo-magama /dwawf/

isibizoPlural dwarfs, Plural dwarves

  • 1

    ubhovele
    A dwarf is a person who is much smaller than is normal Ubhovele ngumntu onobufutshane obungahambelaniyo nexabiso akulo ngokobudala
    → Compare giant
  • 2

    (in children's stories)
    uhili
    uthikoloshe
    She read the story of Snow White and the Seven Dwarves Ufunda ibali likaSnow White nooHili Abasixhenxe