Inguqulelo ka echo in isiXhosa

echo

ukulinganiswa kwelizwi

Ubizo-magama /ek-oh/

isibizoPlural echoes

  • 1

    ukulinganiswa kwelizwi
    ukulinganisa kweliwa
    intlokoma
    impinda
    If you shout inside a tunnel, you can hear an echo Xa ukhwaza phakathi etoneleni, ungakuva ukulinganiswa kwelizwi

isenzi

  • 1

    -linganiswa
    -hlokoma
    His voice echoed Ilizwi lakhe lalinganiswa