Inguqulelo ka edit in isiXhosa

edit

-hlela

Ubizo-magama /ed-it/

isenziedited, editing

  • 1

    -hlela
    Write a draft of your story, then edit it Bhala idrafti yebali lakho uze ulihlele
    • to check and improve a piece of writing by correcting spelling and grammar, choosing better words, and arranging the information well
    • ukujonga nokulungisa into ebhaliweyo ngokulungisa upelo negrama, ukukhetha amagama nokubeka ngendlela oko kubhaliweyo