Inguqulelo ka element in isiXhosa

element

inxalenye

Ubizo-magama /el-uh-muhnt/

isibizoPlural elements

  • 1

    inxalenye
    inxenye
    into efunekayo
    Good food is an important element in health Ukutya okulungileyo kuyinto efunekayo ebalulekileyo empilweni
  • 2

    ikhemistri
    ielementi
    • a pure substance made up of only one type of atom, for example iron or oxygen
    • into eyenziwe ngohlobo olunye lweathom, umzekelo, iayoni okanye ioksijini