Inguqulelo ka epidemic in isiXhosa

epidemic

indyikityha yesifo

Ubizo-magama /ep-i-dem-ik/

isibizoPlural epidemics

  • 1

    indyikityha yesifo
    isifo esityhutyhayo
    umbulalazwe
    ubhubhani
    During last year's flu epidemic, many learners here were ill Ngethuba lendyikityha yomkhuhlane wonyaka ophelileyo, abantwana abaninzi apha bagula