Inguqulelo ka equality in isiXhosa

equality

ulingano

Ubizo-magama /ee-kwol-i-tee/

isibizo

Inzululwazi ngoluntu

  • 1

    ulingano
    In some countries women do not have equality with men Kwamanye amazwe alukho ulingano phakathi kwabafazi namadoda
    → Antonym of inequality
    • having the same opportunities and rights and being treated in the same way
    • ukuba namathuba namalungelo afanayo nokuphathwa ngokufanayo