Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika estimate in isiXhosa

: estimate1estimate2

estimate1

-qikelela

Ubizo-magama /est-i-mayt/

isenziestimated, estimating

  • 1

    -qikelela
    -thelekelela
    We estimated that about 400 birds flew past Siqikelele ukuba zimalunga nama-400 iintaka ezadlula zibhabha

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika estimate in isiXhosa

: estimate1estimate2

estimate2

uqikelelo

Ubizo-magama /est-i-muht/

isibizoPlural estimates

  • 1

    uqikelelo
    uthelekelelo
    intelekelelo
    I want an estimate of the cost of the holiday Ndifuna intelekelelo yeendleko zeholide