Inguqulelo ka ethical in isiXhosa

ethical

-nentsulungeko

Ubizo-magama /eth-ik-uhl/

isiphawulimore ethical, most ethical

  • 1

    -nentsulungeko
    -sulungekile(yo)
    -ziphatha kakuhle
    I trust her. She is always ethical Ndiyamthemba. Usoloko eziphethe kakuhle