Inguqulelo ka ethnic in isiXhosa

ethnic

-ohlanga

Ubizo-magama /eth-nik/

isiphawuli

  • 1

    -ohlanga
    Zanele sells ethnic Swazi clothing UZanele uthengisa impahla yohlanga lwamaSwazi