Inguqulelo ka evaluate in isiXhosa

evaluate

-phonononga

Ubizo-magama /ee-val-yoo-ayt/

isenzievaluated, evaluating

  • 1

    -phonononga
    -phicotha
    -vandlakanya
    The teacher evaluates our projects and gives us a mark Utitshala uphonononga imisebenzi yethu aze asinike amanqaku