Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika even in isiXhosa

: even1even2

even1

Ubizo-magama /eev-uhn/

isihlomelo

  • 1

    (no exact translation)
    Jacob runs fast, but Zweli runs even faster than him UJacob ubaleka ngokukhawuleza kodwa uZweli ubaleka ngaphezulu kunaye

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika even in isiXhosa

: even1even2

even2

-ngoonombini

Ubizo-magama /eev-uhn/

isiphawuli

  • 1

    izibalo
    -ngoonombini
    -ngenamnqakathi
    4, 6 and 8 are even numbers Isi-4, isi-6 nesi-8 ngamanani angoonombini
    → Compare odd
    • able to be divided exactly by two
    • iyakwazi ukwahlulwa ngqo ngesibini
  • 2

    -the tyaba
    -lungelelene(yo)
    -gudile(yo)
    The new road has an even surface Indlela entsha ilungelelene
  • 3

    -lingana(yo)
    The soccer score is even: it's 3-3 Amanqaku omdlalo wesoka ayalingana: sisi-3 macala