Inguqulelo ka event in isiXhosa

event

isiganeko

Ubizo-magama /ee-vent/

isibizoPlural events

  • 1

    isiganeko
    isehlo
    isigigaba
    isiyunguma
    A wedding is a happy event Umtshato sisiganeko solonwabo