Inguqulelo ka ever in isiXhosa

ever

-kha

Ubizo-magama /ev-uh/

isihlomelo

  • 1

    -kha
    Have you ever driven a bus? Wakha wayiqhuba ibhasi?
  • 2

    nanini na
    nokuba kunini na
    Have you ever been to Dwesa? Wakha waya eDwesa nokuba kunini na?

Usetyenziso

The auxiliary verb '-kha' is usually used to express 'ever'. See the example in Sense 1. 'For ever' is often expressed by the auxiliary verb 'soloko'.