Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika excuse in isiXhosa

: excuse1excuse2

excuse1

isizathu esingunobangela

Ubizo-magama /ekss-kyooss/

isibizoPlural excuses

  • 1

    isizathu esingunobangela
    What is your excuse for being late? Sizathu sini esibangele ukuba ufike emva kwexesha?

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika excuse in isiXhosa

: excuse1excuse2

excuse2

-xolela

Ubizo-magama /ekss-kyooz/

isenziexcused, excusing

  • 1

    -xolela
    Please excuse my rude dog! Nceda uyixolele inja yam ekhohlakeleyo
  • 2

    -xolela
    -khululwa
    I was excused from soccer practice because I was sick Ndaxolelwa ekuzilungiseleleni umdlalo wesoka kuba ndandingaphilanga