Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika exhaust in isiXhosa

: exhaust1exhaust2

exhaust1

-phelelwa ngamandla

Ubizo-magama /eg-zawst/

isenziexhausted, exhausting

  • 1

    -phelelwa ngamandla
    -nxaphisa
    -dinisa
    This work exhausts the children Lo msebenzi unxaphisa abantwana

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika exhaust in isiXhosa

: exhaust1exhaust2

exhaust2

umbhobho okhupha igesi

(exhaust pipe)

Ubizo-magama /eg-zawst/

isibizoPlural exhausts

  • 1

    umbhobho okhupha igesi
    iekzosi ngokungekho sikweni