Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika experience in isiXhosa

: experience1experience2

experience1

amava

Ubizo-magama /ek-speer-ri-uhnss/

isibizoPlural experiences

  • 1

    amava
    I have a year of experience as a teacher Ndinamava onyaka ndingutitshala
  • 2

    amava
    isehlo
    Visiting Cuba was an interesting experience Ukutyelela kwelaseTyhubha kwaba ngamava anomdla

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika experience in isiXhosa

: experience1experience2

experience2

-ba

Ubizo-magama /ek-speer-ri-uhnss/

isenziexperienced, experiencing

  • 1

    -ba
    -fumana
    We experienced cold weather in Matatiele Saba nemozulu ebandayo eMatatiyele