Inguqulelo ka expert in isiXhosa

expert

ingcali

Ubizo-magama /ek-spurt/

isibizoPlural experts

  • 1

    ingcali
    ingcaphephe
    ichule
    incutshe
    Tom is an expert on birds UTom yingcali yeentaka

isiphawuli

  • 1

    -lichule
    She is an expert photographer Ungumfoti olichule