Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika export in isiXhosa

: export1export2

export1

imveliso ethunyelwa kwelinye ilizwe

Ubizo-magama /ek-spawt/

isibizoPlural exports

  • 1

    imveliso ethunyelwa kwelinye ilizwe
    Gold and fruit are important exports from this country Igolide neziqhamo yimveliso ebalulekileyo ephuma kweli lizwe ethengiselwa amanye amazwe
    → Compare import
  • 2

    ukuthunyelwa kwempahla kwelinye ilizwe
    ukuthengisela amanye amazwe
    Export is important for the South African economy Ukuthengisela amanye amazwe kubalulekile kuqoqosho loMzantsi Afrika

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika export in isiXhosa

: export1export2

export2

-thumela ngaphandle

Ubizo-magama /ek-spawt/

isenziexported, exporting

  • 1

    -thumela ngaphandle
    -thumela kwamanye amazwe
    South Africa exports diamonds to Europe UMzantsi Afrika uthumela idayimani eYurophu
    → Compare import