Inguqulelo ka expression in isiXhosa

expression

inkangeleko

Ubizo-magama /ek-spresh-uhn/

isibizoPlural expressions

  • 1

    inkangeleko
    imbonakalo
    The expression on your face tells me that you are angry Inkangeleko yobuso bakho indixelela ukuba unomsindo
  • 2

    inzululwazi geelwimi
    isaci
    intetho
    isithetho
    What does that expression mean? Sithetha ntoni eso saci?
    • a saying or a way of expressing yourself. For example, "at snail's pace" is an English expression meaning "very slowly"
    • ukuthetha okanye indlela yokucacisa into okanye ukuzityanda igila. Umzekelo, "ngesantya sonwabu" yintetho yesiXhosa ethetha ukuthi "ngokucothayo"