Inguqulelo ka extinct in isiXhosa

extinct

-ngasekho(yo)

Ubizo-magama /ek-stingkt/

isiphawuli

I-ikholoji

  • 1

    -ngasekho(yo)
    -ngabikho
    The dinosaurs are extinct Iidayinaso azisekho
    • no longer alive anywhere in the world
    • ayisaphili naphi na apha elizweni