Translation of false in isiXhosa

false

-ngeyonyani

Pronunciation /folss/

adjective

  • 1

    -ngeyonyani
    usinga-
    Grandma has false teeth Umakhulu unamazinyo angengowenyani
    a false licence usinga-layisenesi
  • 2

    -ngeyonyani
    -ngelilo
    -ngeyiyo
    -obuxoki
    Martin gave a false name to the police UMartin wanika igama elingelolenyani emapoliseni
    Are the following statements true or false? Ngaba ezi ngxelo zilandelayo ziyinyani okanye aziyonyani?

Usage

If a noun in isiXhosa is prefixed by 'singa-' this can add the meaning of being false or incomplete.