Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika farm in isiXhosa

: farm1farm2

farm1

ifama

Ubizo-magama /faam/

isibizoPlural farms

  • 1

    ifama
    iplasi ngokungekho sikweni
    Jacob lives on a farm UJacob uhlala efama

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika farm in isiXhosa

: farm1farm2

farm2

-ba nefama

Ubizo-magama /faam/

isenzifarmed, farming

  • 1

    -ba nefama
    We farm near Mthatha Sinefama kufuphi eMthatha
  • 2

    (mainly growing crops)
    -lima
  • 3

    (mainly with animals)
    -fuya