Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika fast in isiXhosa

: fast1fast2

fast1

ngamendu

isihlomelo

  • 1

    ngamendu
    ngokukhawuleza
    Henry runs fast UHenry ubaleka ngamendu

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika fast in isiXhosa

: fast1fast2

fast2

-khawuleza(yo)

Ubizo-magama /faast/

isiphawulifaster, fastest

  • 1

    -khawuleza(yo)
    -namendu
    Take the fast train Khwela uloliwe okhawulezayo
  • 2

    -phambili
    -phambi kwexesha
    -baleka(yo)
    My watch is fast Iwotshi yam iphambili

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika fast in isiXhosa

: fast1fast2

fast

-zila ukutya

Ubizo-magama /faast/

isenzifasted, fasting

  • 1

    -zila ukutya
    Does your family fast during Ramadan? Ngaba usapho lwakho luzila ukutya ngeRamadan?