Inguqulelo ka fasten in isiXhosa

fasten

-bopha

Ubizo-magama /faa-suhn/

isenzifastened, fastening

  • 1

    -bopha
    -qinisa
    -qhobosha
    Fasten your shoe-laces Bopha imitya yezihlangu zakho
  • 2

    -dibanisa
    -qhagamshela
    -namathelisa
    -qhoboshela
    Fasten the badge to your jacket Namathelisa ibheji kwibhatyi yakho