Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika fat in isiXhosa

: fat1fat2

fat1

-tyebile(yo)

Ubizo-magama /fat/

isiphawulifatter, fattest

  • 1

    -tyebile(yo)
    -khulu
    A fat boy walked past Inkwenkwe etyebileyo idlule apha
    → Antonym of thin

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika fat in isiXhosa

: fat1fat2

fat2

amafutha

Ubizo-magama /fat/

isibizoPlural fats

Ukupheka

  • 1

    amafutha
    • a food group that includes foods such as oil and margarine and which helps us to store energy
    • udidi lokutya oluquka ukutya okufana neoli kunye nemajarini, nokusinceda ekubeni sibe namandla