Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika fear in isiXhosa

: fear1fear2

fear1

uloyiko

Ubizo-magama /feer/

isibizo

  • 1

    uloyiko
    unkwantyo
    idyudyu
    I was shaking with fear Ndandingcangcazela luloyiko
    I have a fear of deep water Ndinoloyiko lwamanzi anzulu

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika fear in isiXhosa

: fear1fear2

fear2

-oyika

Ubizo-magama /feer/

isenzifeared, fearing

  • 1

    -oyika
    -nkwantya
    Many people fear snakes Abantu abaninzi bayazoyika iinyoka