Inguqulelo ka feel in isiXhosa

feel

-va

Ubizo-magama /feel/

isenzifelt, feeling

  • 1

    -va
    Feel the cat's fur with your hand Yiva uboya bekati ngesandla sakho
  • 2

    -va
    How do you feel today? Uziva njani namhlanje?
    I feel better Ndiziva ngcono
  • 3

    -cinga
    -kholelwa
    I feel that it's a good school Ndicinga ukuba sisikolo esifanelekileyo