Inguqulelo ka fertilise in isiXhosa

fertilise

-chumisa

(fertilize)

Ubizo-magama /fur-til-ize/

isenzifertilised, fertilising

  • 1

    -chumisa
    -tyebisa
    -qhamisa
    You can use manure to fertilise soil Ungasebenzisa umgquba ekuchumiseni umhlaba
  • 2

    -misela
    A bull must fertilise a cow before she can produce a calf Inkunzi kufuneka imisele imazi ukuze ibe nokuzala