Inguqulelo ka field in isiXhosa

field

intsimi

Ubizo-magama /fee-uhld/

isibizoPlural fields

  • 1

    intsimi
    idlelo
    Cows are grazing in the field Iinkomo zidla edlelweni
    a field of maize intsimi yombona
  • 2

    inkalo
    Dr Ngwenya is an expert in the field of TB UGqr uNgwenya yingcali kwinkalo yethibhi
  • 3

    ibala
    a sports field ibala lemidlalo