Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika final in isiXhosa

: final1final2

final1

-okugqibela

Ubizo-magama /fine-uhl/

isiphawuli

  • 1

    -okugqibela
    We wrote our final exams Sabhala iimviwo zethu zokugqibela
  • 2

    -ngenakujikwa
    The principal's decision is final Isigqibo senqununu asinakujikwa

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika final in isiXhosa

: final1final2

final2

umdlalo wamanqam

Ubizo-magama /fine-uhl/

isibizoPlural finals

imidlalo

  • 1

    umdlalo wamanqam
    amagqibela kankqoyi
    a soccer final umdlalo wamanqam wesoka