Inguqulelo ka finally in isiXhosa

finally

ekugqibeleni

Ubizo-magama /fine-uh-lee/

isihlomelo

  • 1

    ekugqibeleni
    Finally he arrived – an hour late Ekugqibeleni wada wafika – emva kweyure
  • 2

    okokugqibela
    For breakfast I have fruit, porridge, and finally, a cup of coffee Kwisidlo sakusasa nditya iziqhamo, isidudu, ze okokugqibela ndiphunge ikomityi yekofu