Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika fine in isiXhosa

: fine1fine2

fine1

-nika umdliwo

isenzi

  • 1

    -nika umdliwo
    The police fined me R300 Amapolisa andinika umdliwo wama-R300

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika fine in isiXhosa

: fine1fine2

fine2

-nika umdliwo

isenzi

  • 1

    -nika umdliwo
    The police fined me R300 Amapolisa andinika umdliwo wama-R300

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika fine in isiXhosa

: fine1fine2

fine

-zolile(yo)

Ubizo-magama /fine/

isiphawulifiner, finest

  • 1

    -zolile(yo)
    -hle
    The weather is fine Imozulu izolile
  • 2

    -colekile(yo)
    -feyini ngokungekho sikweni
    We need fine sand Sifuna intlabathi ecolekileyo
  • 3

    -ncomeka(yo)
    -lungile(yo)
    -mnandi
    -hle
    He wrote a very fine book Ubhale incwadi encomekayo kakhulu
  • 4

    -philile(yo)
    -sempilweni
    I was ill but I am fine now Ndikhe ndagula kodwa ndiphilile ngoku

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika fine in isiXhosa

: fine1fine2

fine

umdliwo

Ubizo-magama /fine/

isibizoPlural fines

  • 1

    umdliwo
    ifayini ngokungekho sikweni
    He paid a fine of R200 Wahlawula umdliwo wama-R200