Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika flash in isiXhosa

: flash1flash2

flash1

-baneka

Ubizo-magama /flash/

isenziflashed, flashing

  • 1

    -baneka
    -danyaza
    The light of the torch is flashing on and off Ukukhanya kwethotshi kuyadanyaza
  • 2

    -thi tshe
    -thi lanya
    -thi lenye
    A car flashed past Imoto yathi tshe yadlula

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika flash in isiXhosa

: flash1flash2

flash2

umbane

Ubizo-magama /flash/

isibizoPlural flashes

  • 1

    umbane
    ukubaneka
    ukulenyeza
    ukumenyeza
    There were flashes of torch-light in the night Kwakukho ukulenyeza kwethotshi ebusuku
    a flash of lightning in the sky ukulenyeza kombane esibhakabhakeni