Inguqulelo ka flexible in isiXhosa

flexible

-thambile(yo)

Ubizo-magama /flekss-i-buhl/

isiphawulimore flexible, most flexible

  • 1

    -thambile(yo)
    -bhetyebhetye
    This is flexible wire Lucingo oluthambileyo olu
  • 2

    -nokuguquka
    -nokutshintsha
    Our plan is flexible; we can change it Isicwangciso sethu sisenokuguquka; singasitshintsha