Inguqulelo ka flight in isiXhosa

flight

ukubhabha

Ubizo-magama /flite/

isibizoPlural flights

  • 1

    ukubhabha
    uhambo ngomoya
    ubhabho-moyeni
    Watch the flight of an eagle Qwalasela ukubhabha kokhozi
  • 2

    ukubhabha
    ubhabho-moyeni
    uhambo ngenqwelomoya
    The flight from Mthatha to Durban took an hour Ukuhamba ngenqwelomoya usuka eMthatha usiya eThekwini kuthatha iyure