Inguqulelo ka flow in isiXhosa

flow

-qukuqela

isenziflowed, flowing

  • 1

    -qukuqela
    -mpompoza
    -baleka
    The river flows to the sea Umlambo uqukuqela uye kutsho elwandle
  • 2

    -hamba
    -qhuba kakuhle
    The story flows well Ibali liqhuba kakuhle

Inguqulelo ka flow in isiXhosa

flow

ukuqukuqela

isibizo

  • 1

    ukuqukuqela
    The wall of the dam stops the flow of water Udonga lwedama luthintela ukuqukuqela kwamanzi

Inguqulelo ka flow in isiXhosa

flow

ukuqukuqela

isibizo

  • 1

    ukuqukuqela
    The wall of the dam stops the flow of water Udonga lwedama luthintela ukuqukuqela kwamanzi