Inguqulelo ka flower in isiXhosa

flower

intyatyambo

Ubizo-magama /flow-uh/

isibizoPlural flowers

  • 1

    intyatyambo
    ibhlom ngokungekho sikweni
    I gave her a bunch of flowers Ndamnika isipha seentyatyambo

isenzi

  • 1

    -dubula
    Apple trees flower in spring Imithi yama-apile idubula entwasahlobo