Inguqulelo ka folk tale in isiXhosa

folk tale

intsomi

Ubizo-magama /fohk-tayl/

isibizoPlural folk tales

uncwadi

  • 1

    intsomi
    The storyteller told the children a folk tale about how people learnt to cook their food Unobalisa wabalisela abantwana intsomi engendlela yokufunda kwabantu ukupheka ukutya kwabo
    • a traditional story, usually told by a storyteller
    • ibali lemveli, elidla ngokuba nombalisi