Inguqulelo ka follow in isiXhosa

follow

-landela

Ubizo-magama /fol-oh/

isenzifollowed, following

  • 1

    -landela
    A dog followed me Inja yandilandela
  • 2

    -landela
    -hamba nga-
    Follow this road Landela le ndlela
  • 3

    -qonda
    -landela
    Has everyone followed the lesson? Ngaba wonke umntu usilandele isifundo?
  • 4

    -landela
    -yenza nga-
    Follow the instructions carefully Landela imiyalelo ngenyameko