Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika force in isiXhosa

: force1force2

force1

amandla

Ubizo-magama /fawss/

isibizoPlural forces

  • 1

    amandla
    ityhude
    indlondlo ngokungekho sikweni
    They used force to open the door Basebenzisa amandla ukuvula ucango
  • 2

    umkhosi
    Soldiers are part of the defence force Amajoni ayinxalenye yomkhosi wokhuselo

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika force in isiXhosa

: force1force2

force2

-nyanzela

Ubizo-magama /fawss/

isenziforced, forcing

  • 1

    -nyanzela
    -gonyamela
    -nyanzelisa
    The robbers forced us to give them money Abaphangi basinyanzela ukuba sibanike imali