Inguqulelo ka forget in isiXhosa

forget

-libala

Ubizo-magama /faw-get/

isenziforgot, forgetting, forgotten

  • 1

    -libala
    Did you forget your lunch? Usilibele isidlo sakho sasemini?
    I forgot to phone you Ndalibala ukukutsalela umnxeba