Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika form in isiXhosa

: form1form2

form1

uhlobo

Ubizo-magama /fawm/

isibizoPlural forms

  • 1

    uhlobo
    udidi
    Cars and bicycles are two forms of transport Iimoto neebhayisekile ziintlobo ezimbini zezithuthi
  • 2

    ifomu
    Please fill this form in, and write your name and address on it Nceda uzalise le fomu, ubhale igama lakho neadresi yakho kuyo
  • 3

    imo
    inkangeleko
    soap made in the form of flowers isepha eyenziwe ngokwemo yeentyatyambo

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika form in isiXhosa

: form1form2

form2

-bumba

Ubizo-magama /fawm/

isenziformed, forming

  • 1

    -bumba
    -enza
    -akha
    -yila
    Form a bowl from clay Bumba isitya ngomdongwe
    → Synonym of make
  • 2

    -seka
    -yila
    The children formed a group Abantwana baseka iqela