Inguqulelo ka formula in isiXhosa

formula

umgaqo wokwenza

Ubizo-magama /fawm-yuu-luh/

isibizoPlural formulae, Plural formulas

  • 1

    izibalo
    umgaqo wokwenza
    ifomyula ngokungekho sikweni
    The formula for finding the area of a circle is Xr² Umgaqo wokwenza ufumane ubukhulu besangqa ngu-Xr²
    • a group of numbers, letters or symbols that show a rule in mathematics or science
    • iqela lamanani, iileta okanye imiqondiso ebonisa umthetho kwimathematiki (izibalo) nakwisayensi (inzululwazi ngezendalo)
  • 2

    izithako
    This is the formula for the new medicine Le yinkcazelo emfutshane ngezithako zala mayeza matsha