Inguqulelo ka fossil in isiXhosa

fossil

ifosili

Ubizo-magama /foss-il/

isibizoPlural fossils

  • 1

    ifosili
    Fossils are plants or animals that lived millions of years ago and that have turned into rock Iifosili zizityalo okanye izilwanyana ezaziphila kudaladala ezajika zangamatye