Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika free in isiXhosa

: free1free2

free1

-simahla

Ubizo-magama /free/

isiphawulifreer, freest

  • 1

    -simahla
    -mahala ngokungekho sikweni
    -felefele ngokungekho sikweni
    Are the tickets free? Amatikiti asimahla?
  • 2

    -khululekile(yo)
    -vulelekile(yo)
    The animals are free to go where they want to Izilwanyana zikhululekile ukuba ziyabule
  • 3

    -ngaxakekanga
    I have no free time! Andinalo ithuba elingaxakekanga

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika free in isiXhosa

: free1free2

free2

-khulula

Ubizo-magama /free/

isenzifreed, freeing

  • 1

    -khulula
    They freed the prisoners from jail Bawakhulule amabanjwa entolongweni
    → Synonym of release