Inguqulelo ka fresh in isiXhosa

fresh

-tsha

Ubizo-magama /fresh/

isiphawulifresher, freshest

  • 1

    -tsha
    -luhlaza
    fresh vegetables imifuno eluhlaza
  • 2

    -cocekile(yo)
    -hlaziya(yo)
    We need fresh air Sifuna umoya ohlaziyayo
    fresh water amanzi acocekileyo
  • 3

    -dlamkile(yo)
    -hlaziyekile(yo)
    He felt fresh after his rest Uzive edlamkile emva kokuphumla

Usetyenziso

When describing fruit and other food, water etc. as fresh, the auxiliary verb '-andula' is often used. Examples are 'iziqhamo ezisandula ukukhiwa' (literally, fruit that has just been picked), and 'amanzi asandula ukukhiwa' (fresh water). Fresh bread is 'isonka sanamhlanje' (literally today's bread).