Inguqulelo ka friction in isiXhosa

friction

ukhuhlakhuhlwano

Ubizo-magama /frik-shuhn/

isibizo

  • 1

    ifiziksi
    ukhuhlakhuhlwano
    uhlikihlwano
    If you rub two sticks together, the friction will cause a fire Xa uhlikihla ukhuni kolunye, olo khuhlakhuhlwano luza kwenza umlilo
    • a kind of force that happens when things rub together or move against each other
    • uhlobo lwefosi (amandla) olwenzeka xa izinto zihlikihlana okanye zikhuhlana
  • 2

    ingxabano
    ungquzulwano
    impixano
    The disagreement caused friction between Sam and Max Ukungavisisani kwenze ingxabano phakathi kukaSam noMax