Inguqulelo ka fuel in isiXhosa

fuel

into yokubasa

Ubizo-magama /fyoo-uhl/

isibizo

  • 1

    into yokubasa
    What fuel do you cook with, wood, coal or paraffin? Usebenzisa eyiphi into yokubasa xa upheka, iinkuni, amalahle okanye iparafini
  • 2

    amafutha enqwelo
    What fuel does your car use, petrol or diesel? Isebenzisa awaphi amafutha imoto yakho, ipetroli okanye idizili?

isenzi

  • 1

    -hambisa
    Petrol fuels cars Ipetroli ihambisa imoto