Inguqulelo ka generally in isiXhosa

generally

isikakhulu

Ubizo-magama /jen-ruh-lee/

isihlomelo

  • 1

    isikakhulu
    ikakhulu
    I generally walk to school Isikakhulu ndidla ngokuya ngeenyawo esikolweni
    → Synonym of usually
  • 2

    isikakhulu
    ikakhulu
    The principal is generally respected Isikakhulu inqununu idla ngokuhlonitshwa

Usetyenziso

'Generally' and 'usually' are often expressed in isiXhosa by the auxiliary verb '-dla'. It is used in both the examples above. Notice that '-dla' is followed by 'nga-'.